We do not have a sample of this song ):

Zahara's picture

Udali

(View album: Country Girl)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2822 views

play button



40% accurate

Angathin' udali xa 'ndibona ndinje
(Nguwe dali ndinje nje njena)
Angathin' udali xa 'ndibona ndinje
(Nguwe dali, ndinjena)
Angathin' udali xa 'ndibona ndinje
(Nguwe dali ndinje nje njena)


Oko bendimkil' izolo
Ndiyophangela abantwana bam
Ndadibana nezihange zandihenda
Ngoku ndimanxeba nxeba, ndililolo apha
Kodwa bendisiya nezihlwele


Angathin' udali uma 'ndibona ndinje
(Nguwe dali, ndinjena)
Angathin' udali xa 'ndibona ndinje
(Nguwe dali ndinje nje njena)


Ndinje Ndisis' yoyoyo, ndisis' mawu mawu
Ndinje Ndisis' yoyoyo, ndisis' mawu mawu
Ndinje Ndisis' yoyoyo, ndisis' mawu mawu
Ndinje Ndisis' yoyoyo, ndisis' mawu mawu

Get this song on
iTunes

Get this song on
Google Music

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..