We do not have a sample of this song ):

Vusi Nova's picture

Ngu Mama

(View album: Ngumama)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  3037 views

play button



40% accurate

Ndinje nje nje, nguMama
Ndinje nje nje, nguMam

Ndiliyokoyoko
Ndinje nje nje, nguMama
Ndinje nje nje, nguMama

Mam' am oh, sekuyiminyaka, sekuyiminyaka wandishiya
Wen' uhlal' unam, endleleni zam
Wen' uhlal' ukhon' ecaleni kwam

Mama yonk' intw' endiyiyo
Ndiliyokoyoko nje
Nguwe Mama

Ndinje nje nje, nguMama
Ndinje nje nje, nguMama

Ndiliyokoyoko
Ndinje nje nje, nguMama
Ndinje nje nje, nguMama

Mam' am nangoku ndisabulela
Ngothand' ondiphe lona yonke leminyaka
Mama nangoku usaqhubeka
Ukundikhusela 'zinto zalomhlaba

Mama yonk' intw' endiyiyo
Ndiliyokoyoko nje
Nguwe Mama

Ndinje nje nje, nguMama
Ndinje nje nje, nguMama

Ndiliyokoyoko
Ndinje nje nje, nguMama
Ndinje nje nje, nguMama

Get this song on
iTunes

Get this song on
Google Music

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..