We do not have a sample of this song ):

Zonke's picture

Ngomso

(View album: Ina Ethe)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  1849 views

play button



40% accurate

Latshon' ilanga, umhla nezolo
Umhla nezolo, ungadubuye
Latshon' ilanga, imihla nezolo
Imihla nezolo, ayudubuye

Ndikwenzentoni na
Ngoba undithembisile
Wathi uzobuya ungcono
Wena ngomso lam

Uthe uzobuya ngomso
Uzobuya ngomso
Now what am I gonna do
Ngoba ngomso lam
Uthe uzobuya ngomso
Uzobuya ngomso
Now what am I gonna do
What am I to do

Imini zami zigcwele ubumnyana
Andifuni nokwuyiphetha ngoma ndiyaphambana
Xa ndicinga abantabam'
Nezithembiso zami
Ndizothini na

Ndikwenzentoni na
Ngoba ndijonge wena
Kwe yambambezela
Bendingazi nak' uqamb'amanga na

Uhambo lwakho lundibangel' usizi
Lundimangalide
Andazi mandithini na
Ubulithemba Iam
Ukumsenxiwili
Ndisezincingeni

Buya ngomso
Uzobuya ngomso
Uthe uzobuya ngomso
Uzobuya ngomso
Now what am I gonna do
Ngoba ngomso lam

Dali uzobuya
Eyi uzobuya
Ngob' uzobuya
Now what I am
What I am
What I am to do

Uthe uzobuya
Eyi uzobuya
Hayi uzobuya
Ngob' uzobuya
What I am
What I am
Oh what I am to do

Uthe uzobuya
Hayi uzobuya
Eyi uzobuya

Get this song on
iTunes

Get this song on
Google Music

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..