We do not have a sample of this song ):

Zahara's picture

Ndiveze

(View album: Mgodi)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2760 views

play button



40% accurate

Ndiv' ingoma, engom' enkulu
Ivela kuwe nkwenkwezi
Ndiv' ingoma, engom' enkulu
Ivela kuwe nkwenkwezi
Ndizoqhubeka, ndiveze.

Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze kaloku.
Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze kaloku.

Andilovila kaloku,
Andingosolalaphi.
Ndingumashiy' amahle,
Undlebenhle zombini, Ndiveze.

Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze kaloku.
Ndiveze ndiveze ndiveze,
Ndiveze ndiveze kaloku.

Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni nsebenzo
Kodw' ibunzilami lithe ngqo. Ndiveze

Get this song on
iTunes

Get this song on
Google Music

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..