Amehlo akho
Uncumo lwakho
Ilips zakho
Indlebe zakho
Hayi! nyani baby ndichazekile nguwe mna.
Okanye kukhona into ondifakele yona?
Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela.
Bayazibiza ngamagama yibhekamina ngedwa.
Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela.
Bayazibiza ngamagama bathi yibhekamina ndedwa
Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda.
Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena.
Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda.
Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena.
Yeh! bafethu ndihlala ndicingana naye.
Umanimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda.
Yeh! bafethu ndihlala ndicingana naye
Umanimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda.