(Stanza 1)
Phesheya komlambo
Ndibon'uMagase mama
Phesheya kwalantlambo
Ndibon'uMagamase mama
Kwiintomb'ezikhoyo kulalali
Mna ndiphuma noMagamase mama
Kwiintomb'ezikhoyo kwaGomo
Mna ndiphuma noMagamase mama
(Pre Chorus)
Kudala ndikuxelela ma
Khawuyek'uMagase
hayi hayi holomama
Kudala ndikuxelela ma
Suchukel'uMagase
Hayi hayi holomama
(Chorus)
Ma ma ma gamase
Ma ma ma gamase
(Stanza 2)
Phesheya komlambo
Ndibon'uMagase mama
Phesheya kwalantlambo
Ndibon'uMagamase mama
Kwiintomb'ezikhoyo kulalali
Mna ndiphuma noMagamase mama
Kwiintomb'ezikhoyo kulangingqi
Mna ndiphuma noMagamase mama
Hohayo nguye lo uMagase
Hohayo nguye lo uMagase
Hohayo nguye lo uMagase
Hohayo nguye lo uMagase
(Chorus)
Ma ma ma gamase
Ma ma ma gamase