We do not have a sample of this song ):

Simphiwe Dana's picture

Inkwenkwezi

(View album: Kulture Noir)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  3428 views

play button



40% accurate

Apho ukhona
Londaw’okuyo
Ndiyathemba
Uyintyatyambo
Ndibona wena
Ezinkwenkwezini
Ndiyathemba
Uyinkwenkwezi

Sibane sam
Noma lisibekele
Nkwenkwezi
Ndiyabuva u
Bugqi bobukho
Bumnyama bungaka nkwenkwezi
Ndibona wena, ndibona wena
Bumnyama bungaka nkwenkwezi

Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi)
Khany’ebumnyameni (Khany’ ebumnyameni)
Ubumnyama bungaka (Khany’ ebumnyameni)
Ngathi uwedwa (jwi)

Uyinkwenkwezi (Uyinkwenkwezi)
Khany’ ebumnyameni (Khany’ ebumnyameni)
Ubumnyama bungaka (Khany’ ebumnyameni)
Ngathi uwedwa (jwi)

Get this song on
iTunes

Get this song on
Google Music

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..