We do not have a sample of this song ):

Zonke's picture

Ina Ethe

(View album: Ina Ethe)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2680 views

play button



40% accurate

Minyak'emibini, mine,mihlanu
Nginasal'boni ilanga mina laph'eng'hlala khona
Phezul'entabeni ngaphakathi
Nd'valelekile nd'ngaboni nabantu
Nginasal'boni ilanga mina laph'eng'hlala khona
Phezul'entabeni ngaphakathi

Ngoku ndihlile kwaye bantakwethu
Zenindibolek'intliziyo
Ngoku ndihlile kwaye bantakwethu
Zenindibolek'intliziyo

Andifuni intlak'emhlophe
Andifuni iMore
And'fun'iGolide
Ndicel'okwentliziyo
Andifuni intlak'emhlophe
Andifuni iMore
And'fun'iGolide
Ndicel'okwentliziyo
Oh, okwentliziyo

Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
oh, nguy' Ina ethe
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
oh, nguy' Ina ethe

Kudala ndimkile ndisiva abantu
Besith'uhleleleni tyhini na uphiwe
Ndivulelekile ndiyabona abantu
Bendihlangabeza bethi nazi nazi
Nazi nazi nazi intliziyo

Andifuni intlak'emhlophe
Andifuni iMore
And'fun'iGolide
Ndicel'okwentliziyo
Andifuni intlak'emhlophe
Andifuni iMore
And'fun'iGolide
Ndicel'okwentliziyo
Oh mna ndicela okwentliziyo

Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
oh, nguy' Ina ethe
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
Ina ethe iyo
Ina ethe (nguban'ozong'thinta)
oh, nguy' Ina ethe

Akekho ozong'thinta
Akekho ozong'thinta
Akekho ozong'thinta
Akekho ozong'thinta
Akekho ozong'thinta

Ina Ethe
Ina Ethe
Ina Ethe
Ina Ethe

Akekho ozong'thinta mna

Get this song on
iTunes

Get this song on
Google Music

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..