(Verse 1)
Apho siyakhona
Imfama ziyabona
Ngcambezela nawe
Sodibana khona
Ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
I hear what they say
Qha mnandiz'thandela wena
Sul'inyembezi
Ugqubud'ixesha
Apho siya khona akukhothwa manxeba
Ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
Between intando yakho
Nothando lwakhe
Oohhh...
Ooh oh!
Ooh oh!
Oohh weee oohh
(Chorus)
Said i love my friend lets go to the boarders
All is nearer now we'll run, tread the waters
Im the one who knows
How beautiful you are
I hear what they say
But i loved you from the start...!
Ooohhh mna ndizthandela wena
Ooohhh mna ndizthandela wena
Ooohhh mna ndizthandela wena
Oohhhhh
Ooohhh mna ndizthandela wena
(imfama ziyabona... imfama ziyabona)
Ooohhh mna ndizthandela wena
(mfama ziyabona... imfama ziyabona)
Ooohhh mna ndizthandela wena
(mfama ziyabona... imfama ziyabona)
Ooohhh...
(mfama ziyabona)
(mfama ziyabona)