We do not have a sample of this song ):

Msaki's picture

Gibel' Inkwenkwezi

(View album: Zaneliza: How the Water Moves)

A Major (Ionian)

number of views for this lyric  2646 views

play button



40% accurate

(Verse 1)
Bendimazi unyana wakho
Nanku ekhweli phezu kwendlu egibel' inkwenkezi
Bendimazi unyana wakho
Nanku ekhweli phezu kwendlu egibel' inkwenkezi
Ndimazi unyana wakho
Nanku ekhweli phezu kwendlu ekhangel' inkwenkezi
Ndimazi unyana wakho
Nanku ekhweli phezu kwendlu ekhangel' inkwenkezi
Nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi
Nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi nkwezi

(Verse 2)
He magwala ndini (amamaphiko amamaphiko)
Nizode nizingele nini na (amamaphiko nzabonisa into)
He magwala ndini (amamaphiko amamaphiko)
Banjani abafana balelali (amamaphiko amamaphiko)
He hayeya (amamaphiko amamaphiko)
He hayeya (amamaphiko nzabonisa into)
He hayeya (amamaphiko amamaphiko)
He hayeya (amamaphiko ntana katixo)
Bhabha (ngabe ngikwazi)
Bhabha (ukuya esbhakabhakeni)
Bhabha (ngabe ngikwazi)
Bhabha (ukukuyisa emhlabeni)
Bhabha (habe ngikwazi)
Bhabha (ukuya esbhakabhakeni)
Bhabha (ngabe ngikwazi)
Bhabha (ukukuyisa emhlabeni)

Get this song on
iTunes

Get this song on
Google Music

Youtube
Soundcloud
Share what this song means to you..