We do not have a sample of this song ):
40% accurate
Nkulunkulu themba lam
Bonk’abantu eduze kwam bayandijikela
Zinyanya zam ng’cela ningenelele
Bonk’abantu eduze kwam bayandijikela
Hayi hayi
Yin’ le, yin’ le
Ndenze ntoni na
Ndimoshe bani na
Ndim lo
Ndim lo
Ndim lo
Ndenze ntoni na
Ndimoshe phi na mna
Ndiziphosa kuwe mna
Ingxaki zam
Ukudana kwam
Ndiziphosa kuwe mna
Ingxaki zam
Ukudana kwam
Nkulunkulu themba lam
Bonk’abantu eduze kwam bayandijikela
Zinyanya zam ng’cela ningenelele
Bonk’abantu eduze kwam bayandijikela
Ndiziphosa kuwe mna
Ingxaki zam
Ukudana kwam
Ndiziphosa kuwe mna
Ingxaki zam
Ukudana kwam
Get this song on iTunes
Get this song on Google Music